Unemibuzo ngokubuka iindwendwe?

Fumana uncedo lwasimahla uwedwa kwabona Babuki Zindwendwe baphambili bakwa-Airbnb.

Amacebiso
nezikhokelo ezenzelwe wena
Sikudibanise neSuperhost enamava ukuze iphendule yonke imibuzo yakho, nanini na uyilungele loo nto.
Uncedo olufanelekileyo
lokufaka indawo yakho
ISuperhost yakho iza kukunceda wenze indlu yakho ize ikunike amacebiso okufota, okucacisa indawo yakho nawezinye izinto.
Lungiselela
undwendwe lwakho lokuqala
Uza kufumana uncedo nokhokelo oludingayo ukuze uqalise ukwamkela iindwendwe nokufumana izimvo ezintle zakho zokuqala.

ISuperhost yakho iza kubakho ngalo lonke ixesha

Inyathelo 1
Dibana neSuperhost yakho
UImaan 10:21 KUSASA
Molo! Ndiyakuthanda ukubuka iindwendwe ibe ndiyakuvuyela ukwazi okungakumbi ngawe nangendawo yakho.

Ezinye iindlela zokuqalisa ukubuka iindwendwe

Nokuba uqala phi, sinamacebiso, iividiyo nezikhokelo zenyathelo ngalinye.