Iindawo Zokurenta Inyanga eAtsuta Ward

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Minami-ku, Nagoya-shi
(I-URL IFIHLIWE)
1–29 Sep
Yi$1 233 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
Indlu yeentyatyambo
29 Nov – 27 Dis
Yi$684 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
Indlu yaseJinya
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 510 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
I-Sakura house 501
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 344 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtsuta Ward

Kanayama Stationbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AEON MALL Atsutabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atsuta Horaiken - Main Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umqolomba we-Shirotoribayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Miya-no-yubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atsuta Shrine Parkbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Aichi
  4. Nagoya
  5. Atsuta Ward
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga