Iindawo Zokurenta Inyanga eKyoto

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kyoto-shi
☆20㎡☆10min ukuya Arashiyama, Bamboo,Monkey park!
21 Jan – 18 Feb
Yi$623 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kita-ku, Kyoto
Indlu etofotofo Y & T 8, ibhayisekile yasimahla kunye ne-wifi ephathekayo yasimahla
5 Jan – 2 Feb
Yi$765 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kyoto
Kyostay Iroha Toji Annex - Standard Twin Room A
Yi$1 296 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Higashiyama Ward, Kyoto
Double bed+Sofa bed/24m²/WIFI/Double door lock
20 Aga – 17 Sep
Yi$1 621 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKyoto

Gionbayi 508 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Yasaka Shrinebayi 867 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ishrine ye-Fushimi Inari-taishabayi 1 229 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kyoto Towerbayi 513 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace ye-Imperial Palace ye-Kyotobayi 990 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kyoto Railway Museumbayi 286 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Kanto Region
  4. Kyoto
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga