Iindawo Zokurenta Inyanga eOsaka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fukushima Ward, Osaka
Isidlo sakusasa siqukiwe! Indawo entle;B # 3 kwindawo efanelekileyo
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 423 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naniwa-ku, Osaka
戎401/Akukho transferto KIX/15 min Dotonbori/Azar11
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 141 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naniwa Ward, Osaka
Ebisu/1-min walk station/TsutenkakuNambaKuromon
1–29 Jun
Yi$1 607 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Osaka
I-51 ★★Efikelelekayo★ ★ Isikhululo saseShin-Osaka uhamba imizuzu eyi-5 kufutshane nesikhululo★ sokusebenzela★ ishishini★ lokuhamba ngexabiso★ elifanelekileyo
5 Jul – 2 Aga
Yi$831 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOsaka

Dotonboribayi 3 588 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Osaka Castle Parkbayi 3 465 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shinsaibashi-suji Shopping Streetbayi 1 409 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Osaka Station Citybayi 1 234 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kyocera Dome Osakabayi 273 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Namba Citybayi 331 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Osaka Region
  4. Osaka
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga