Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNagoya

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nishi-ku, Nagoya-shi
Igumbi elineenkwenkwezi
4 Jan – 1 Feb
Yi$683 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
Indlu yeentyatyambo
5 Nov – 3 Dis
Yi$683 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
Indlu yaseJinya
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 508 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nagoya
I-Sakura house 501
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 343 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNagoya

I-Nagoya Castlebayi 191 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Igama lezindawo eNagoyabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nagoya Stationbayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Osu Shopping Districtbayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Osu Kannonbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nagoya City Science Museumbayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Aichi
  4. Nagoya
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga