Iindawo Zokurenta Inyanga eAubaine

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Bligny-sur-Ouche
Ikhaya lentsapho elinomtsalane eliyimizuzu eyi-15 ukusuka eBeaune
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 654 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Beaune
Indawo yeSt Martin eBeaune
2–30 Nov
Yi$1 226 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Censerey
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esesangweni laseMorvan
5 Dis – 2 Jan
Yi$530 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Chatéllenot
Indlu Encinci KaMakhulu.
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 216 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-488

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.