Iindawo Zokurenta Inyanga eBiarritz

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Biarritz
One room between Sea & Golf Saint Charles Biarritz
6 Feb – 6 Mat
Yi$1 312 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Anglet
I-Sunset Sea Views + igaraji
28 Dis – 27 Jan
Yi$1 684 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-267
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Biarritz
I-Studio 50m ukusuka elunxwemeni
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 591 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-305
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Biarritz
I-T2 COTE DES BASQUES NGASELWANDLE
24 Nov – 22 Dis
Yi$2 234 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBiarritz

Côte des Basquesbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isixeko saseMabhukwinibayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rocher de la Viergebayi 285 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ilbarritzbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Gare du Midibayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Phare de Biarritzbayi 211 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.