Iindawo Zokurenta Inyanga eDonostia-San Sebastian

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia
Ezona Ndawo Zintle ZaseBay
1–29 Mat
Yi$1 541 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eGros by Chic Donosti
25 Nov – 23 Dis
Yi$4 137 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia / San Sebastián
EPELETXE: Epholileyo, ephakathi ngaselunxwemeni
4 Jan – 1 Feb
Yi$4 914 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia
Yiya eLa Concha Beach usuka kule flethi okanye indlu ekwicomplex intsha
27 Okt – 24 Nov
Yi$4 477 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDonostia-San Sebastian

Funicular Monte Igueldobayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kursaalbayi 191 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istediyo Anoetabayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bergarabayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace ye-Miramarbayi 100 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oiartzunbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.