Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCacheuta Spa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Lujan de Cuyo
Indlu enevaranda eMontana
18 Epr – 16 Mey
Yi$872 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Potrerillos
Iloft entle
15 Dis – 12 Jan
Yi$295 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Luján de Cuyo
Divina Cabaña Vista a la Montaña en Luján de Cuyo
6 Epr – 4 Mey
Yi$908 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Luján de Cuyo
Cabaña de montaña 3
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 128 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCacheuta Spa

Termas de Cacheutabayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cacheuta Suspension Bridgebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Termas Cacheuta - Terma Spa Full Daybayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.