Iindawo Zokurenta Inyanga eCaladesi Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi lehotele e-Dunedin
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle 6
17 Sep – 15 Okt
Yi$1 635 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Palm Harbor
Coral cottage located near trail & gulf side park
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 334 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dunedin
Indawo Yokuphola Elunxwemeni
27 Aga – 24 Sep
Yi$2 134 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Clearwater
I-Cottage yonxweme 1318 - Iibhayisekile kunye nezinto zaselwandle!
8 Sep – 6 Okt
Yi$3 459 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-324

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.