Iindawo Zokurenta Inyanga eLlanes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Llanes, Principado de Asturias, ES
Indlu entle embindini weLlanes, i-Wifi VUT 764-AS
30 Nov – 28 Dis
Yi$1 164 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-433
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Asturias
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle kufutshane nePoo de Imperanes
11 Mey – 8 Jun
Yi$1 888 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Llanes
I-La Xalda, iflethi enepuli, ulwandle 2.5 km
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 366 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Posada de Llanes
La casa de Xuncu en Llanes, para 8 personas o más.
30 Nov – 28 Dis
Yi$2 182 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.