Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eChudai

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kyoto-shi
☆20㎡☆10min ukuya Arashiyama, Bamboo,Monkey park!
13 Jan – 10 Feb
Yi$621 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-400
ISuperhost
Inqugwala e-Tamba
Indlu endala engasemva "" Indlu engasemva ethe cwaka ejikelezwe yintaba nenendawo yokuqesha
20 Jun – 18 Jul
Yi$1 917 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kameoka-shi
I-Japaneseryokan enegadi! Isikhululo seJR Umabori
12 Sep – 10 Okt
Yi$4 476 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-283
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kyoto-shi
I-109 y/o indlu yesintu yaseJapan eArashiyama
10 Jan – 7 Feb
Yi$3 708 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-399

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Kanto Region
  4. Kyotamba
  5. Chudai
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga