Iindawo Zokurenta Inyanga eHoward Park Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Palm Harbor
Coral cottage located near trail & gulf side park
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 334 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Holiday
INDAWO YOKUPHOLA ECHIBINI EPHOLILEYO KUFUTSHANE NAMANXWEME
29 Mey – 26 Jun
Yi$2 929 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Tarpon Springs
The Reef Studio Guesthouse
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 177 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tarpon Springs
I-Casa Pina. Ibhafu eyi-1 entle eneveranda nenkosi
31 Jul – 28 Aga
Yi$2 472 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.