Iindawo Zokurenta Inyanga eHoz de Anero

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Hoz de Anero
I-KABANYA, indlu encinci entle eCantabria
1–29 Sep
Yi$6 302 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-99
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Valdecilla
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo ekufuphi
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 702 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Somo
I-Apartamento Rebijones
25 Okt – 22 Nov
Yi$2 542 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-330
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santander
I-Sardinero terrace umgca wokuqala
17 Feb – 17 Mat
Yi$2 515 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.