Iindawo Zokurenta Inyanga eIkeda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Osaka
ShinOsaka 2min!! Igumbi labucala 201
26 Jul – 23 Aga
Yi$970 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-677
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toyonaka City
Kunconywa izibini kunye neentsapho ★ Ekunene kufuphi nesikhululo ★ Beautiful Umeda ★ → 12 imizuzu ★ Namba → 25 imizuzu
19 Feb – 19 Mat
Yi$1 509 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Osaka
I-51 ★★Efikelelekayo★ ★ Isikhululo saseShin-Osaka uhamba imizuzu eyi-5 kufutshane nesikhululo★ sokusebenzela★ ishishini★ lokuhamba ngexabiso★ elifanelekileyo
29 Jul – 26 Aga
Yi$831 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Osaka
*Intle * Indlu encinci * Igumbi elinye laseJapan
2–30 Aga
Yi$862 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-576

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIkeda

Cup Noodle Museum Osaka Ikedabayi 294 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Satsukiyama Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Osaka University Toyonaka Campusbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kadoya Hantenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotarugaike Stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ikeda Stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Osaka Region
  4. Ikeda
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga