Iindawo Zokurenta Inyanga eIndian River Lagoon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Palm Bay
Indawo esembindini weVernon
25 Epr – 23 Mey
Yi$2 179 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Melbourne
Riverview Green: Downtown Melbourne Apartment
7 Aga – 4 Sep
Yi$3 289 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Melbourne
Iflethi okanye indlu ekwicomplex (eNorth) Kwindawo Yembali
23 Jun – 21 Jul
Yi$2 215 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Melbourne
Isitudiyo eDowntown Melbourne
12 Dis – 9 Jan
Yi$1 279 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.