Iindawo Zokurenta Inyanga eLabarde

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Labarde
Isitudiyo esitofotofo esinejacuzzi nesithala esitofotofo
11 Aga – 8 Sep
Yi$1 875 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-369
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Macau
Indawo yokuhlala de la Garenne
17 Jun – 15 Jul
Yi$2 267 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ludon-Médoc
Isitudiyo esitofotofo ngaphandle kweBordeaux naseMédoc
14 Feb – 14 Mat
Yi$1 981 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
ISuperhost
Indlu e-Gauriac
Indlu entle esentliziyweni yezidiliya neGironde
10 Jun – 8 Jul
Yi$1 375 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLabarde

Auberge des Grands Vinsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chateau Siranbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Brasserie des Châteauxbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nomade restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Gare Gourmandebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
la route des vinsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.