Iindawo Zokurenta Inyanga eLacarry-Arhan-Charritte-de-Haut

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Laguinge-Restoue
I-Lapeyre Domaine Laxague
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 586 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Lanne-en-Barétous
Indlu esemaphandleni encinci eBaretous Valley
2–30 Dis
Yi$1 475 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sus
Isitudiyo esitofotofo eBéarn des Gaves
10 Jul – 7 Aga
Yi$1 011 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mauléon-Licharre
Igumbi lokulala, igumbi lokuhlambela, ikhitshi labucala/i-logela, i-sükaltea
25 Okt – 22 Nov
Yi$658 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.