Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Miwa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Nara
Indlu yomyili
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 315 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-343
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Iga-shi
城下町長屋 貸切 ゲストハウスDAIJI 連泊割
23 Jul – 20 Aga
Yi$810 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naniwa Ward, Osaka
Ebisu/1-min walk station/TsutenkakuNambaKuromon
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 686 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-726
Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-Kashihara-shi
Indlu evulekileyo yaseJapan eKashi-no-Kien, indlu yakudala enegadi entle kunye neendlela zaseJapan kunye ne-kimonos. Imizuzu eyi-3 ukusuka kwisikhululo.
10 Jul – 7 Aga
Yi$887 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-95

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Nara Region
  4. Sakurai
  5. Mount Miwa
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga