Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Shigi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Yao City
9 iinkwenkwezi indlu/Kintetsu Yao sta./ ibhayisekile
1–29 Aga
Yi$851 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Nara
Indlu yomyili
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 342 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-343
Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-Higashiōsaka-shi
TAKIO guesthouse HANARE 2
3–31 Dis
Yi$918 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
ISuperhost
Inqugwala e-Osaka City
Indlu eqhelekileyo yaseJapan. Kufuphi nesikhululo.
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 483 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-265

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Nara Region
  4. Heguri
  5. Mount Shigi
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga