Iindawo Zokurenta Inyanga eNaruto

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-徳島市
Ukuhlala Ixesha Elide/Ukuqesha Ibhayisekile Simahla Ibhotwe 【laseMerika】
29 Jun – 27 Jul
Yi$892 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Takamatsu
Ungaqesha indlu yentsapho enye nentsapho yakho.
8 Feb – 8 Mat
Yi$1 023 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kurashiki-shi
Isikhululo saseShinkansen, iShinkurashiki Station imizuzu eyi-12 uhamba ngeenyawo, 401
21 Jul – 18 Aga
Yi$720 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Takamatsu
I-Ryu-chan House ् Iinyawo zendlu★ yaseJapan enekhaya labucala kwipaki★ yesizwe, iKojima
3 Jun – 1 Jul
Yi$1 229 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNaruto

Otsuka Museum of Artbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Uzu no Michibayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bimbiyabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.