Iindawo Zokurenta Inyanga eNew Smyrna Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Smyrna Beach
Iflethi Epholileyo YaseNSB
21 Okt – 18 Nov
Yi$1 487 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-281
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Coronado Beach
I-Bungalow Beachfront Condo
19 Okt – 16 Nov
Yi$3 323 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-288
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Coronado Beach
Iiflethi zaselwandle ezinepuli enamanzi ashushu/izitepsi ezingaselwandle ezivulekileyo
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 794 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Smyrna Beach
Isebe. Isitudiyo esinye esinegumbi lokulala elineloft
10 Nov – 10 Dis
Yi$2 261 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNew Smyrna Beach

Ponce de Leon Inlet Lighthouse & Museumbayi 317 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Garlicbayi 240 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Smyrna Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Smyrna Dunes Parkbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Norwood's Eatery & Treehouse Barbayi 125 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.