Iindawo Zokurenta Inyanga ePasco County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Dade City
I-Studio Zen
21 Aga – 18 Sep
Yi$1 542 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Spring Hill
INDLU ENCINCI ENGASELWANDLE
13 Aga – 10 Sep
Yi$1 527 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Port Richey
I-studio esihle se-Brand-New
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 741 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Port Richey
I-Cotee River Mancave Studio
30 Nov – 28 Dis
Yi$1 840 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-57

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.