Iindawo Zokurenta Inyanga ePoleymieux-au-Mont-d'Or

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Genay
Ukuhlala kwi-cocoon ethe cwaka - istudiyo esihle
1–29 Mey
Yi$1 287 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Montanay
I-Gite eneendawo ezintle ezikufutshane neLyon
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 580 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
ISuperhost
Indlu engasemva e-Poleymieux-au-Mont-d'Or
Isitudiyo kwindawo entle
12 Mey – 9 Jun
Yi$2 160 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Limonest
Ibhalkhoni encinci yeLimonest enefenitshala yokuhlala yabakhenkethi 2*
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 134 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoleymieux-au-Mont-d'Or

Auberge de Poleymieuxbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Titan Xyphos Complexbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MAISON D'AMPÈRE Musée de l'électricitébayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.