Iindawo Zokurenta Inyanga ePolichni

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Evosmos
I-Studio Brasil
24 Mat – 21 Epr
Yi$951 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Evosmos
Indlu Encinci Enoshukela
27 Nov – 25 Dis
Yi$768 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thessaloniki
Modern Urban Studio, Skg City Centre
17 Jul – 14 Aga
Yi$943 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Polichni
Indawo yokuhlala etofotofo e-Thessaloniki
20 Jan – 17 Feb
Yi$806 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePolichni

Media Marktbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Times Cafe Barbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Out of the Bluebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ocean Club Thessalonikibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Papageorgiou Hospitalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.