Iindawo Zokurenta Inyanga eRoberts Creek

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Roberts Creek
I-Mermaid Escape
17 Jun – 15 Jul
Yi$1 744 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Roberts Creek
I-East Creek Studio
29 Epr – 27 Mey
Yi$2 167 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-432
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Roberts Creek
I-Orca Spirit Suite enendawo yomlilo etofotofo
16 Nov – 14 Dis
Yi$1 852 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-336
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Roberts Creek
I-Cedar Grove Cottage
27 Mey – 24 Jun
Yi$2 020 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRoberts Creek

Roberts Creek Pierbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cliff Gilker Parkbayi 128 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Gumboot Restaurantbayi 100 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sharkey's Fish Lockerbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roberts Creek Provincial Parkbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Gumboot Cafėbayi 91 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.