Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Cruz de Yojoa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sector Lago de Yojoa
House in Peña Blanca, near Yojoa Lake
17 Jan – 14 Feb
Yi$917 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Las Vegas
Yonwabela ilanga elimangalisayo w/ichibi kunye neentaba.
9 Jul – 6 Aga
Yi$919 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Santa Cruz de Yojoa
Indlu esezintabeni
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 685 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29
ISuperhost
Iflethi e-Peña Blanca
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo 1Hab & kufuphi neLake
29 Nov – 27 Dis
Yi$894 ngenyanga
4.67 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.