Iindawo Zokurenta Inyanga eSpring Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Dade City
I-Studio Zen
6 Dis – 3 Jan
Yi$1 522 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Dade City
I-Hickory Breeze Guest House
25 Epr – 23 Mey
Yi$1 773 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Brooksville
Ifama Yomdaniso enebala
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 957 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Brooksville
IShebeen kwiIrish Acres, Ilizwe lokuzikhupha...
22 Nov – 20 Dis
Yi$2 730 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-410

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.