Iindawo Zokurenta Inyanga eDebabarrena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mutriku
Iflethi ejonge kwiGuipuzcoana Coast +WiFi +Garage
26 Epr – 24 Mey
Yi$3 169 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mendaro
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseMendaro
4 Okt – 1 Nov
Yi$2 417 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Indlu engasemva e-Elgoibar
Indlu esemaphandleni phakathi kwezi zixeko ezintathu kunye ne-15km ukusuka elwandle
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 347 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Markina-Xemein
Apartamento en Markina-Xemein
7 Sep – 5 Okt
Yi$2 267 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDebabarrena

Sanctuary of Loyolabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Urberu Sagardotegiabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Asador Erretegi Jose Manuelbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BEIKOZINIbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sutargibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ekainberri Cuevabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.