Iindawo Zokurenta Inyanga eGarein

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Saint Pierre du Mont
IGUMBI LAKHO LOKULALA * * elinabo bonke ubutofotofo, ikwimeko entle
26 Mat – 23 Epr
Yi$740 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Mont-de-Marsan
I-Blue Cocoon
9 Jan – 6 Feb
Yi$1 291 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tartas
I-Touraine kunye negadi yayo encinci yabucala
30 Dis – 27 Jan
Yi$1 030 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-508
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lucbardez-et-Bargues
I-Gite Pigerot embindini wehlathi
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 240 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.