Iindawo Zokurenta Inyanga eGetaria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia, Spain
Ezona Ndawo Zintle ZaseBay
Yi$1 268 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
ISuperhost
I-loft e-Zarautz
I-PentHouse-Loft 200m centro/playa. Indawo yokupaka/I-WIFI
29 Aga – 26 Sep
Yi$3 138 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-292
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zumaia
IFLETHI ENGASELWANDLE
4 Sep – 2 Okt
Yi$3 221 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Orio
I-San Sebastián- Orio"Naparra-enea"
5 Nov – 3 Dis
Yi$2 414 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGetaria

I-Museum ka-Cristóbal Balenciagabayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaia Kaipebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Asador Mayflowerbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Politenabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Astillerobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Elkanobayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Basque Country
  4. Gipuzkoa
  5. Getaria
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga