Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Undwendwe

Ukwandisa ukubhukisha kwakho

If you're having a great time and would like to stay longer, you may be able to extend your reservation. 

If your trip is over

If your reservation has ended, it’s too late to make a change request. What you can do, though, is send a new trip request to your Host. 

If you’re still on your trip

You can message your Host and ask if they can accommodate a longer stay, or you can simply send them a change request.

Faka isicelo sokutshintsha

  1. Yiya kwindawo ethi Uhambo emva koko ucofe kuhambo ofuna ukulutshintsha
  2. Cofa indawo ethi Veza iinkcukacha kwiinkcukacha zokubhukisha kwakho
  3. Cofa indawo ethi Rhoxisa okanye utshintshe
  4. Cofa indawo ethi Okulandelayo phantsi kwethi Tshintsha ukubhukisha
  5. Tshintsha iintsuku oza kuzihlala okanye inani leendwendwe uze ucofe indawo ethi Qhubeka
  6. Hlola izinto ozitshintshileyo, emva koko ucofe indawo ethi Thumela isicelo

If your Host accepts your change request, your reservation will be updated and you’ll be charged for the extra time. If your Host can’t extend your stay or if they don’t respond, your checkout date will stay the same.

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti