Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ukubhukisha nokubuyiselwa imali ebudeni bemidlalo yeOlimpiki neOlimpiki Yabaneziphene yaseTokyo

    Ukuba kukho into etshintshayo ebudeni bemidlalo yeOlimpiki neOlimpiki Yabaneziphene, nantsi inkcazelo eluncedo ukuyazi ngendlela enokuchaphazela ngayo ukubhukisha kwakho:

    • Ukuba nawuphi na kwimidlalo uyarhoxiswa, nayiphi na imali oza kuyibuyiselwa iza kuxhomekeka kwipolisi yokurhoxa yoMbuki Zindwendwe wakho. Oku kuyasebenza naxa kukho utshintsho kwixesha lemidlalo ibe indawo yakho yokuhlala ingafumaneki ngeentsuku ezahlukileyo. Funda okungakumbi ngokubuyiswa kwemali xa kurhoxisiwe.
    • Ipolisi yethu Yemeko Ongenakuyinceda ayisebenzi ekubhukisheni basebudeni beMidlalo yeOlimpiki neOlimpiki Yabaneziphene ukuba kukho izinto zababukeli ezitshintshayo.

    Ukuba ukubhukisha kwakho kurhoxiswa ngomzuzu wokugqibela, nceda uqhakamshelane nathi.

    Phawula: Qinisekisa ukuba uhlola Amaxesha Emidlalo yeOlimpiki yaseTokyo 2020 asemthethweni kunye Namaxesha Emidlalo yeOlimpiki Yabaneziphene yaseTokyo 2020 ukuze ufumane inkcazelo ngamaxesha emidlalo.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?