Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Undwendwe

Amakhadi esipho akwa-Airbnb

Airbnb gift cards can be used to give the gift of travel or a one-of-a-kind experience. They can be purchased online or in stores.

Buying gift cards

You can get Airbnb gift cards in stores and online, or directly from us! Depending where you buy your gift card, you can get a physical card or digital card sent to you or your recipient. Right now, gift cards are only available in the following countries:

  • Australia
  • Canada
  • France
  • Germany
  • Italy
  • Spain
  • United Kingdom
  • United States

Important info: Currently, you can only purchase a gift card for someone within the same country or region as you, and the person you buy it for needs to have a valid payment method within that country.

If you’re in a country where gift cards are supported that’s in the European Economic Area (EEA) region—France, Germany, Italy, or Spain—you can purchase a gift card for someone else in one of those EEA countries.

Thinking big? Corporate buyers in the US can order gift cards in bulk. Bulk orders require a $1,000 purchase minimum.

Ukusebenzisa amakhadi esipho

Ukufaka imali eseleyo kwikhadi kwiakhawunti yakho:

  1. Yiya kwindawo ethi ukusebenzisa ikhadi lesipho
  2. Landela imiyalelo ekwiskrini ukuze ufake inkcazelo yakho yokuyisebenzisa
  3. Cofa indawo ethi Sebenzisa ikhadi lesipho

Ukukhangela imali eshiyekileyo kwikhadi lesipho

Wakuba nje ulisebenzisile ikhadi lakho waza wafaka imali ekwikhadi kwiakhawunti yakho, ungajonga ukuba kushiyeke malini kwimali ongayisebenzisa esisipho yakwa-Airbnb:

    1. Yiya kwindawo ethi Iakhawunti uze ucofe indawo ethi Ukubhatala nokubhatalwa
    2. Kwindawo ethi Ukubhatala, yiya kwethi Imali enokusetyenziswa esisipho yakwa-Airbnb ukuze ubone imali ongayisebenzisa eshiyekileyo ngoku
    3. Cofa indawo ethi Bonisa iinkcukacha ukuze ubone uludwe lwamakhadi ezipho asetyenziswe kwiakhawunti yakho


    When you book your stay or experience, the balance from any gift card funds on your account will be automatically applied. More good news: once a gift card has been added to an Airbnb account, the funds won’t expire.

      More info

      To find out more about how gift cards work, read Airbnb’s Gift Card Terms and Conditions.

      If you're having trouble with your digital gift card purchase on Airbnb, let us know at airbnb@launchgiftcards.com.

      Eli nqaku likuncedile?
      Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
      Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti