Iindawo Zokurenta Inyanga eLabeaga

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Estella
Iflethi entle embindini we-Estella
23 Jan – 20 Feb
Yi$2 521 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Goldaratz
Indalo ikwimeko ecocekileyo
6 Jan – 3 Feb
Yi$927 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Logroño
I-Red de la Concatedral WIFI
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 072 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Vidaurreta
I-IBARBEGI: IINDAWO EZINTLE ONOKUZIBONA KWIJACUZZI
2–30 Jun
Yi$2 255 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.