Iindawo Zokurenta Inyanga eLabenne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Labenne
INDLU ENTLE ngaselwandle nehlathi lePine
26 Okt – 23 Nov
Yi$4 023 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Boucau
I-Villa the camellias
13 Okt – 10 Nov
Yi$987 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Capbreton
IVULEKILE KWAYE IFUDUMELE
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 528 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ondres
T2 40m2 KWINQANABA ELINYE, ULWANDLE NGAPHAKATHI 2 Kms
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 262 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLabenne

Izoo Labennebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aquatic Landesbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché SUPER Labenne et Drivebayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I- Natural reserve of Marais d'Orxbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Reptilariumbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Buena Vidabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.