Fumana ixabiso lemali omele uyibuyiselwe ngaphambi okanye emva kokurhoxisa
In most cases, your refund amount depends on your Host’s cancellation policy and when you cancel. Find your refund amount before or after canceling your stay or canceling your Experience.
Fumana ixabiso lemali omele uyibuyiselwe ngaphambi kokuba urhoxise
- Cofa kwindawo ethi Uhambo uze ukhethe ukubhukisha ofuna ukukujonga
- Kwindawo ethi Iinkcukacha zokubhukisha, cofa kwindawo ethi Rhoxisa ukubhukisha
- Hlola iinkcukacha ukuze ubone iinkcukacha zendlela imali oyibuyiselwayo eyahlulahlulwe ngayo
- Cofa kwindawo ethi Uhambo uze ukhethe ukubhukisha ofuna ukukujonga
- Kwindawo ethi Iinkcukacha zokubhukisha, cofa kwindawo ethiRhoxisa ukubhukisha

Ungalibali: Imali oyibuyiselayo isenokutshintsha njengoko usuku lwakho lokubhalisa xa ufika lusondela. Ukuba awurhoxisi ngoko nangoko, qiniseka ukuba ujonga ixabiso lemali ebuyiswayo ngaphambi kokuba urhoxise.
Fumana ixabiso lemali omele uyibuyiselwe emva kokuba urhoxisile
- Cofa kwindawo ethi Iakhawunti > Ukubhatala nokubhatalwa > Iimali ozibhateleyo
- Cofa kuhambo lwakho olurhoxisiweyo (oluboniswaNjengolubuyiselwe imali)
- Phantsi kwendawo ethi Imeko yokubuyiselwa kwemali, yiya kwindawo ethi Iinkcukacha ukuze uhlole imali oyibuyiselwayo
- Cofa kwindawo ethi Iprofayile
- Kwindawo ethi Iisetingi , cofa kwindawo ethi Ukubhatala nokubhatalwa
- Cofa kwindawo ethi Iimali ozibhatelweyo

- Cofa kwindawo ethi Iakhwunti > nethiUkubhatala nokubhatalwa > Iimali ozibhateleyo
- Cofa kuhambo lwakho olurhoxisiweyo (oluboniswaNjengolubuyiselwe imali)
- Phantsi kwendawo ethi Imeko yokubuyiselwa kwemali, yiya kwindawo ethi Iinkcukacha ukuze uhlole imali oyibuyiselwayo
Ungakwazi nokuhlola i-imeyile yokuqinisekisa ukurhoxisa indawo oyibhukishileyo ukuze ufumane nayiphi na imali ebuyiswayo.
How long refunds take
Eligible refunds are initiated by Airbnb as soon as you cancel the reservation, but how long it takes for you to receive the money depends on your bank or financial institution. Find the average refund timelines.
When you may be entitled to a refund outside of your Host’s cancellation policy
You may be entitled to a full refund or one larger than the standard refund of your Host’s cancellation policy if:
- You have to cancel because of a major disruptive event
- You have to cancel because of a qualifying reason covered by the Airbnb Rebooking and Refund Policy
- During your stay, you’re experiencing an issue covered by the Airbnb Rebooking and Refund Policy
Amanqaku asondele kweli
- Undwendwe
Fumana ipolisi yokurhoxa yombuki zindwendwe wakho
Isixa semali esibuyiswayo sixhomekeke kwipolisi yokurhoxa yendawo ebhukishiweyo, ixesha nosuku orhoxisa ngalo. - Undwendwe
Imali ebuyiswayo xa urhoxisa ukubhukisha
Funda okungakumbi ngokubuyiswa kwemali yakho yohambo okanye Into Enokonwatyelwa erhoxisiweyo. - Undwendwe
Ukurhoxisa ukubhukisha kwakho kwendawo
Ungaya kwindawo yohambo lwakho ukuze urhoxise okanye utshintshe ukubhukisha kwakho.