Iindawo Zokurenta Inyanga eZumaia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zumaia, Spain
IFLETHI ENGASELWANDLE
4 Sep – 2 Okt
Yi$3 218 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Zumaia, Spain
Amagumbi amabini + igumbi lokuhlala + ithala/igadi + indawo yokupaka simahla
23 Jan – 20 Feb
Yi$3 019 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
ISuperhost
I-loft e-Zarautz
I-PentHouse-Loft 200m centro/playa. Indawo yokupaka/I-WIFI
26 Sep – 24 Okt
Yi$2 419 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-292
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Donostia, Spain
Ezona Ndawo Zintle ZaseBay
4 Mat – 1 Epr
Yi$1 549 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZumaia

Zumaiako hondartzabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Chapel ye-Saint Telmobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Idoiabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Flyschbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar Trapaiabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Salida barco visitas guiadas Geoparkeabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Basque Country
  4. Gipuzkoa
  5. Zumaia
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga