Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Undwendwe

Sebenzisa ozibawelayo ukuze ugcine izindlu

You’ve created a wishlist to keep track of your favorite listings. So, what’s next?

Save to a wishlist

We’ll help you keep track of all the wonderful things you discover on Airbnb. Simply click or tap the heart on any listing you want to keep top of mind. You’ll have the option to create and name a new wishlist or add it to an existing wishlist. Dates are always saved to wishlists at the listing level, meaning when you visit your wishlists, the dates you previously used to search will be listed below the listing card.

After you’ve created or selected a wishlist to save to, new saves from the same search will be assigned to the same wishlist automatically. You can change where the listing is saved by selecting Update after you save.

Up to 100 listings may be saved per wishlist.

Add notes

You can add notes to listings saved on wishlists. Notes are personal to you, and can’t be viewed by your collaborators. To add a note, select a wishlist—you’ll see an option to Add a note under each listing in the wishlist. Select this option to add your note (up to 250 characters) then select Save. To delete a note, select Edit and delete the note text, then Save.

If you remove a listing from a wishlist, any attached notes will also be permanently deleted.

Collaborate with friends

Get everyone excited by allowing them to add listings to your wishlists. You can invite someone to your wishlist by selecting the share icon (next to the three dots) at the top of the individual wishlist page. There are two options for sharing: you can either Send a link via third-party messaging so your friend can only view the wishlist, or you can add your friend to Collaborate on the wishlist, allowing them to add listings to the list. The share button will also show who’s already been added as a collaborator to the list.

Thumelela abanye ozibawelayo

Thumelela abanye ozibawelayo kwikhompyutha

  1. Cofa Kwiprofayile yakho uze uye Kozibawelayo
  2. Khetha ozibawelayo ofuna zivele nakwabanye
  3. Cofa uphawu oluthi thumela
    1. Ukuze ufake umntu njengomntu onokubuka, khetha indawo ethi Thumela ilinki uze ukhethe indlela ofuna ukuzithumela ngayo izinto zakho ozibawelayo
    2. Ukuze ufake umntu njengomntu osebenzisana naye, khetha indawo ethi Sebenzisana uze ukhethe indlela ofuna ukuzithumela ngayo izinto zakho ozibawelayo

Ukuze wenze umntu osebenzisana naye angakwazi ukufikelela kozibawelayo, khetha indawo ethi Lungisa uze ukhethe ethi Susa.

Edit a wishlist

To edit a wishlist, select the three dots in the wishlist you want to edit. From here, you can select Rename or Delete it. If it’s a wishlist owned by someone else where you’re a collaborator, you’ll also have the option to Leave.

In the Wishlists tab, you can enter edit mode by selecting Edit, which will cause an x to appear in the corner of each listing in the wishlist. You can tap the x on any listing to remove it from the wishlist. When you’re done, simply select Done. You can also remove a listing from a wishlist directly from the listing page by clicking or tapping the heart  on the listing you want to remove.

Cima ozibawelayo

Xa ozibawelayo zicinyiwe, nawaphi na amanqaku abhalwe kwizindlu ezikwizinto ozibawelayo aza kususwa ngokusisigxina.

Cima ozibawelayo kwikhompyutha

  1. Cofa Kwiprofayile yakho uze uye Kozibawelayo
  2. Khetha ozibawelayo ofuna ukuzicima
  3. Cofa amachaphaza amathathu
  4. Cofa indawo ethi Cima, uqinisekise into oyikhethayo, uze ucofe indawo ethi Cimakwakhona

Ukuba le nto ayikulungeli, usenako ukukhetha indawo ethi Lungisa kwithebhu ethi ozibawelayo ukuze ucime ozibawelayo.

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti