Indlela yokuyenza
•
Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Yenza uze ulawule iqela lakho lezinto ezinokonywatyelwa lika-Airbnb

Your experience can run more smoothly with a little extra help. Co-Hosts can lead guests on experiences, and assistants can help the primary Host manage their experience. Before they get started, they’ll need to join Airbnb and have their info checked.
Find out more about the guidelines for hosting with a team on experiences.
Ukuze ufake amalungu
- Yiya kwindawo ethi Izinto Ezinokonwatyelwa uze ucofe ethi Lungisa
- Kwindawo ethi Iisetingi eziqhelekileyo, cofa ethi Iqela
- Yiya kwindawo ethi Mema amalungu
- Khetha indawo ethi Abantu abancedisayo okanye ethi Abancedisi (kubantu abancedisayo kuza kufuneka uvume ukuba bayayifikelela imigangatho efunekayo)
- Faka idilesi yakhe yeimeyile
- Khetha ukuba zeziphi iimvume ofuna ukuzinika ilungu leqela lakho uze ucofe indawo ethi Thumela isimemo

When you add or remove a Co-Host or an assistant, both of you will receive a confirmation email.
Ukuze ususe amalungu
- Yiya kwindawo ethi Izinto Ezinokonwatyelwa uze ucofe ethi Lungisa
- Kwindawo ethi Iisetingi eziqhelekileyo, cofa ethi Iqela
- Khetha ukuba ngowuphi Umntu Oncedisayo ofuna ukumsusa uze ucofe amachaphaza amathathu (...)
- Khetha indawo ethi Susa kwiqela uze ucofe ethi Qinisekisa

- Khetha ukuba ngowuphi Umntu Oncedisayo ofuna ukumsusa uze ucofe amachaphaza amathathu

Editing permissions
You can edit your team members’ permissions any time by following the steps above and checking or unchecking the relevant permissions.
If your team members don’t appear on your on experience settings page, they may not have accepted your invite or verified their ID.
Eli nqaku likuncedile?
Amanqaku asondele kweli
- Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Ukukhenkethisa e-Japan
Imithetho neelayisensi—nantsi enye inkcazelo yokukunceda uqalise ukufunda ngezinto onokuzidinga ukuze ube Ngumbuki Zindwendwe Wento Enokonwa… - Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Ukubonisa abakhenkethi iindawo nezinto ezinokwenza nohambo
Imithetho neelayisensi—nantsi inkcazelo eluncedo yokukunceda uqalise ukufunda ngezinto onokuzidinga ukuze ube nguMbuki Zindwendwe Wento Enok… - Umbuki zindwendwe
Ndinikela njani ngemali endiyibhatalwayo?
Ababuki zindwedwe banganikela ngesixa esithile kwimali abayibhatalwayo ukunceda abantu bafumane indawo yokuhlala ixeshana xa beyidinga. Imin…