Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Undwendwe

Faka amagama eendwendwe needilesi zeimeyile Kwinto yakho Enokonwatyelwa oyibhukishileyo

Xa ufaka amagama eendwendwe needilesi zeimeyile ekubhukisheni kwakho, iindwendwe zakho ziza kufumana isimemo ngeimeyile esinenkcazelo ngendlela yokulungiselela (nokonwaba) Kwinto Enokonwatyelwa yazo ezayo. 

Ukuba ungathanda ukutshintsha inani leendwendwe Kwinto yakho Enokonwatyelwa oyibhukishileyo, funda indlela yokutshintsha ukubhukisha kwakho.

Faka inkcazelo yondwendwe ekubhukisheni Kwento Enokonwatyelwa

Faka inkcazelo yondwendwe kwikhompyutha

  1. Cofa indawo ethi Uhambo uze ucofe Kwinto Enokonwatyelwa ofuna ukuyitshintsha
  2. Phantsi kwendawo ethi Ukubhukisha iinkcukacha, cofa indawo ethi Lawula iindwendwe
  3. Faka igama nedilesi yeimeyile yondwendwe uze ucofe indawo ethi Mema
  4. Cofa kwindawo ethi Kugqityiwe

Susa inkcazelo yondwendwe ekubhukisheni Kwento Enokonwatyelwa

Susa inkcazelo yondwendwe kwikhompyutha

  1. Cofa indawo ethi Uhambo uze ucofe Kwinto Enokonwatyelwa ofuna ukuyitshintsha
  2. Kwindawo ethi Iinkcukacha zokubhukisha, cofa kwindawo ethi Lawula iindwendwe
  3. Cofa indawo ethi Susa uze uqinisekise   


Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti