Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Yenza iisetingi zokuVel 'Ubhukishe ezikhethekileyo

Instant Book makes it easier for guests to book a stay and for Hosts to accept bookings without the need to manually check and confirm each booking. 

Welcoming guests with Instant Book

All guests must agree to your house rules before booking, and if you’re uncomfortable with an Instant Book reservation, you can cancel the reservation. However, fees or other consequences may be applied for canceling a guest's reservation.

Optional settings for guest requirements

All guests meet Airbnb’s booking requirements, but you’re welcome to add more at any time in your Instant Book settings:

  • Good track record: completed a stay without incident or bad reviews.
  • Pre-booking message: Create a preset message with questions for guests to respond to when booking

Note: You must turn on Instant Book to add guest requirements to your listing.

Vula okanye uvale Uvel' Ubhukishe

Lawula uVel' Ubhukishe kwikhompyutha

  1. Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyitshintsha
  2. Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa indawo ethi Indawo yakho
  3. Cofa indawo ethi Vel' Ubhukishe, uze uvule okanye uvale Uvel' Ubhukishe
  4. Ukuba uvula Uvel' Ubhukishe, khetha izinto ozifunayo kwiindwendwe
  5. Cofa indawo ethi Gcina

Set advance notice and preparation time

To avoid last-minute bookings, you can set both advance notice and preparation time between bookings, and we’ll automatically block these days on your calendar.

  • Same day (with a cut-off time)
  • At least 1 day
  • At least 3 days
  • At least 7 days

Bookings within 48 hours of check-in

Instant Book isn't available if a guest books within 2 days of check-in and needs to arrive at a time that's outside your check-in window. In this case, you’ll receive a Request to Book reservation and you can decide if the guest's check-in time still works for you. If not, you don’t have to accept the reservation.

Set your minimum and maximum trip length

Avoid reservations that are too long or short by setting your minimum and maximum trip length. If you don't set a limit, a 31-night maximum will automatically be applied.

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

  • Undwendwe

    UVel' Ubhukishe

    Izindlu okwaziyo Ukuvel' Ubhukishe kuzo zivumela iindwendwe ezizifikelelayo izinto ezifunwa nguMbuki Zindwendwe ukuba zibhukishe kwangoko, e…
  • Umbuki zindwendwe

    Izinto ezifunekayo ukuze ubhukishe

    Emva kwezinto ezibalulekileyo (igama, i-imeyile nenombolo yefowuni) sifuna inkcazelo engakumbi ukuze ubhukishe indawo oza kuhlala kuyo.
  • Umbuki zindwendwe

    Indlela asebenza ngayo uVel' Ubhukishe

    Faka Uvel' Ubhukishe kwindlu yakho uze uphumle—ukubuka iindwendwe kwenziwe kwalula ngakumbi.
Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti