Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza

Phinda usete okanye utshintshe iphasiwedi yakho

Having trouble logging in? Forgot your password? We’ve all been there. Find out how to reset or change your password.

Phinda usete iphasiwedi yakho

Phinda usete iphasiwedi yakho kwikhompyutha

  1. Cofa kwindawo ethi Ndiyilibele iphasiwedi
  2. Faka i-imeyile ehambelana neakhawunti yakho
  3. Cofa kwindawo ethi Thumela ilinki yokuphinda usete 

Uza kuthunyelelwa i-imeyile enelinki yokuphinda usete iphasiwedi yakho.


Creating a password if you don’t already have one

If you created an Airbnb account by connecting to Facebook, Google, Apple, or using your phone number, you weren’t required to create a password.

If you’d like to create a password to log in directly, simply log out of your account and follow the steps for resetting your password. Even though you don’t yet have a password, going through the reset process will create a temporary password that allows you to create a permanent one.

What to do if you don’t receive a password reset link

If you’ve requested the reset link more than once, make sure you’re using the right email address. If you’re not sure which email address you used, try searching your email inbox for previous Airbnb messages. If you don’t find any, you may need to try another email address.

You may also need to disable your email service’s link preview (ex: Outlook) or mail-scanner feature, which could cause the link to expire before you open it.

Tshintsha iphasiwedi yakho

Ukuba uyayazi iphasiwedi yakho yangoku, kwaye ufuna ukuyitshintsha, nantsi indlela yokuyeza loo nto:

Tshintsha iphasiwedi yakho kwikhompyutha

  1. Cofa kwindawo ethi Iprofayile Iakhawunti > Ukungena kwiakhawunti nokhuseleko
  2. Ecaleni kwethi Iphasiwedi, cofa ethi Lungisa
  3. Faka iphasiwedi yakho yangoku
  4. Faka uze uqinisekise iphasiwedi yakho entsha
  5. Cofa indawo ethi Lungisa iphasiwedi
Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti