Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Ukulawulwa izindlu ezininzi

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukusebenzisa izixhobo zamashishini okubuka iindwendwe

    Ababuki zindwendwe abanezindlu ezininzi banokuzilawula ngezixhobo zamashishini okubuka iindwendwe, eziquka ii-multi-calendar, imithetho nemisebenzi.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Indlela okusebenza ngayo ukubekwa kwemithetho

    Xa usebenzisa imithetho yexabiso kwindlu, kuza kusebenza yona endaweni yeesetingi zexabiso okanye zokufumaneka ozisetileyo ngezo ntsuku.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Yenza uphinde ulungise imithetho

    Ukuba usebenzisa izixhobo zamashishini okubuka iindwendwe ungenza uze ulungise imithetho kwikhalenda enye yendlu okanye kwiikhalenda ezininzi.