Isantya se-wifi yakho siyavavanywa
Guests are looking for places to stay that aren't just comfortable, but connected, too. By testing the wifi speed in your space and adding the test results to your listing page, you can help guests decide whether your place is a good fit for them.
The internet speed test measures your connection’s upload and download speed. It affects things like watching videos, transferring large files, and even how fast a web page loads.
Vavanya i-wifi yakho usebenzisa i-app ka-Airbnb
Ukuze uvavanye isantya, kuza kufuneka ube ukwindawo yakho usebenzisa i-app yeAndroid okanye ye-iOS, ibe isixhobo sakho kuza kufuneka sikonekthwe kwinethiwekhi ye-wifi ekwiinkcukacha zendlu yakho. Ukuba isantya se-wifi yakho singu-50 Mbps nangaphezulu, indlu yakho iza kuphawulwa njengene-wifi ekhawulezayo.
Le nto ifumaneka kuphela kwi-iOS nakwiAndroid namhlanje ibe okwangoku ayifumaneki kwikhompyutha.
- Kwi-app ka-Airbnb, cofa kwindawo ethi Iprofayile uze ucofe kwindawo ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ucofe indlu oyifunayo
- Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Izinto Ezinokusetyenziswa uze ucofe kwindawo ethi Lungisa
- Cofa into enokusetyenziswa ethi Wifi , uze phantsi kwendawo ethi Iinkcukacha ze-wifi, ucofe kwindawo ethi Qalisa uvavanyo
- Emva kokuba iziphumo ziveziwe, cofa kwindawo ethi Gcina
- Kwi-app ka-Airbnb, cofa kwindawo ethi Iprofayile uze ucofe kwindawo ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ucofe indlu oyifunayo
- Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Izinto Ezinokusetyenziswa uze ucofe kwindawo ethi Lungisa
- Cofa into enokusetyenziswa ethi Wifi , uze phantsi kwendawo ethi Iinkcukacha ze-wifi, ucofe kwindawo ethi Qalisa uvavanyo
- Emva kokuba iziphumo ziveziwe, cofa kwindawo ethi Gcina
Le nto ifumaneka kuphela kwi-iOS nakwiAndroid namhlanje ibe okwangoku ayifumaneki kwikhompyutha.
When you tap or click Start test, you’re sharing your IP address and other details about your internet connection with Measurement Lab (M-Lab), a third-party testing service, to be processed by them in accordance with their privacy policy. M-Lab incorporates your test results (including your IP address) into their collection of global internet performance data and makes this information publicly available to advance internet research. Your internet speed will also be shared with Airbnb.
Include all your wifi details
When you provide info about your wifi connection on your listing page, make sure your guests have the exact details they'll need to get online. Find more about what to consider when offering internet access to guests.
Note: Be sure to include case sensitive letters (capitalization) as well as spaces, dashes, punctuation, or any special characters.
How the test measures your wifi speed
M-Lab’s speed test measures your internet connection’s download speed—that’s how fast information can transfer to you. It affects things like watching videos, transferring large files, and even how fast a web page loads.
Your test results depend on a number of factors, including:
- The specific network or equipment setup at your listing
- Network conditions (like available bandwidth and other activity happening on your network)
- Where testing servers are located
Learn more from M-Lab.
When using the speed test, you’re responsible as a Host for making sure the wifi speed shown on your listing page is accurate, available throughout the listing, and representative of what guests can expect when they stay at your place.
Understanding your wifi speed test result
Speeds | What it means for your guests |
0 Mbps |
|
1 - 6 Mbps |
|
7 - 24 Mbps |
|
25 - 49 Mbps |
|
50+ Mbps |
|
Amanqaku asondele kweli
- Undwendwe
Jonga isantya se-wifi sendawo
Abanye Ababuki Zindwendwe baye basivavanye isantya se-wifi yendawo yabo ibe baquka iziphumo zokuvavanya isantya ukuze bakuncede ugqibe enoba… - Umbuki zindwendwe
Ukunika iindwendwe i-intanethi
Ukuba ufaka i-intanethi okanye i-wifi njengento enokusetyenziswa, indlu yakho iza kuvela xa abantu bekhangela okanye befaka isihluzi seendaw… - Umbuki zindwendwe
Inkqubo Yokuqinisekisa Ngomvuzo
UAirbnb unika Ababuki Zindwendwe abatsha kwiindawo ezithile isiqinisekiso sengeniso xa bebuka iindwendwe kayi-10 nangaphezulu kwindawo zabo …