Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Faka idipozithi kwindlu yakho

In addition to giving you added protection above and beyond Host damage protection, security deposits are part of an effective pricing strategy. We might even require them for certain reservations.

Ukuze ufake okanye ulungise idipozithi:

    1. Yiya kwindawo ethi Izindlu uze ucofe indlu oyifunayo
    2. Cofa indawo ethi Iipolisi nemithetho uze uye kwethi Iipolisi
    3. Ecaleni kwethi Idiphozithi, cofa ethiLungisa
    4. Faka ixabiso phakathi kwe$100 ne$500 yeedola zaseMerika, uze ucofe ethi Gcina

    Your new security deposit doesn’t retroactively apply to existing reservations, only to those booked in the future. And you’re not able to edit or remove Airbnb-required security deposits.

    Keep transactions on Airbnb

    Security deposits must be handled through Airbnb. Handling them in cash or through a third-party payment platform is a direct violation of our terms of service.

    In Mainland China, Host-required security deposits are only supported for a small number of professional Hosts and hotels.

    Eli nqaku likuncedile?

    Amanqaku asondele kweli

    Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
    Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti