Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Amaxabiso kunye nemirhumo

  • Indlela yokuyenza

    Iimali ezibhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb

    Ukuze uAirbnb aqhube kakuhle nokuze kubhatalwe iindleko zeemveliso neenkonzo esinikela ngazo, sibiza imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb xa ukubhukisha kuqinisekisiwe.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Indlela ukubeka ixabiso okusebenza ngayo

    Indlela elibalwa ngayo ixabiso xa lilonke lokubhukisha
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukubuyiselwa imali oyibhatalela ukusebenzisa uAirbnb

    Imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb iyabuyiswa ukuba nje zonke izinto ezifunekayo zifikelelwe. Funda okungakumbi ngezinto ezifunekayo ukuze ubuyiselwe imali.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ixabiso liyatshintsha ngokusekelwe kwiintsuku

    Abanye Ababuki Zindwendwe banamaxabiso akhethekileyo asebenza endaweni yexabiso elihlala likhethiwe okanye elona xabiso lincinci kwiintsuku ezithile okanye amaxesha athile (kuquka iiholide, iimpela-veki naxa kubhukishwa ixesha elide).
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Isizathu sokuba amanye amaxabiso ekrweliwe

    Siyawakrwela amaxabiso ukuze sibonise ukuba Umbuki Zindwendwe unesaphulelo. Ixabiso liza kukrwelwa kuphela xa isisaphulelo sokwenyani—kufuneka ubuncinane libe ngaphantsi nge-10% kunelesiqhelo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Ukuveza ixabiso elipheleleyo kwiziphumo zokukhangela

    Funda ngendlela iindwendwe ezinokuveza ngayo ixabiso lezindlu elipheleleyo elinye, kuquka zonke iimali ezimele zibhatalwe, ngaphambi kweerhafu.
  • Indlela yokuyenza

    Ukuqokelela imali ngaphandle kuka-Airbnb

    Ngokuqhelekileyo, ababuki zindwendwe abanakufuna iimali ezingakumbi bengasebenzisi iwebhusayithi ka-Airbnb ngaphandle kokuba loo nto igunyaziswe nguAirbnb ngokucacileyo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Imali yokucoca

    Imali yokucoca yimali eyongezelelekileyo ebhatalwa kube kanye yokucoca indawo ohlala kuyo. Le mali isetwa nguMbuki Zindwendwe.