Ukufaka Abantu Abakuncedisayo kwindlu yakho
If you need a little extra support hosting your space, you can add a family member, friend, neighbor, or trusted person you’ve hired to help with the logistics. If you need to find someone to help manage your listing for you, you can also find a Co-Host by using our experienced Co-Host services platform (where available).
You can select permissions for each Co-Host to limit what they can access and manage on your listing. Learn more about how Co-Host permissions work.
Ukumema umntu omaziyo ukuba Akuncedise Ekubukeni Iindwendwe
Kwamanye amazwe, xa ucofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo usengakwazi ukukhetha Ukumema umhlobo okanye ukufumana umntu oza kukuncedisa ubuke iindwendwe. Ukuba ungathanda ukufaka umntu osele umazi, ungayikhetha uze ukhethe indawo ethi Mema umntu omaziyo.
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa indawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze ucofe kwindawo ethi Mema Umbuki Zindwendwe Oncedisayo
- Faka ilizwe akulo/ummandla nenombolo yefowuni okanye idilesi yeimeyile uze ucofe kwindawo ethi Okulandelayo
- Khetha iimvume ezilungele lo Mntu Okuncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Okulandelayo
- Hlola uze ucofe kwindawo ethi Thumela
- Cofa kwindawo ethi Iprofayile uze ucofe ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze ucofe kwindawo ethi Mema Umbuki Zindwendwe Oncedisayo
- Faka ilizwe/ummandla akuwo nenombolo yefowuni okanye idilesi yeimeyile uze ucofe indawo ethi Okulandelayo
- Khetha iimvume ezilungele lo Mntu Okuncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Okulandelayo
- Hlola uze ucofe indawo ethi Thumela

- Cofa indawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa indawo ethi Indawo yakho

Ukufumana Umbuki Zindwendwe Oncedisayo onamava kwingingqi yakho
Ababuki Zindwendwe baseMerika, eKhanada, eMexico, eFransi, eSpeyini, eItali, eJamani, eBrazil, eOstreliya, naseUnited Kingdom, bangakhangela baze baqhakamshelane Nababuki Zindwendwe Abancedisayo abanamava kwingingqi yakho. Ukuba ubonakala efanelekile, Umbuki Zindwendwe Oncedisayo onamava uza kuqhakamshelana nawe ibe ungamfaka kwindlu yakho emva koko.
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze emva koko ucofe kwindawo ethi Mema umhlobo okanye ufumane umntu oza kukuncedisa ubuke iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Fumana umntu oza kukuncedisa
- Khangela Ababuki Zindwendwe Abancedisayo abafumanekayo uze ujonge izinto ozikhethayo
- Khetha Umntu Oncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Qhakamshelana
- Cofa kwindawo ethi Konekta uze ubhale ingcaciso emfutshane yezinto ozidingayo xa ubuka iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Thumela
- Cofa kwindawo ethi Iprofayile uze ucofe kwindawo ekhomba kwindawo ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze ucofe kwindawo ethi Mema umhlobo okanye ufumane umntu oza kukuncedisa ubuke iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Fumana umntu oza kukuncedisa
- Khangela Ababuki Zindwendwe Abancedisayo abafumanekayo uze ujonge izinto ozikhethayo
- Khetha Umntu Oncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Qhakamshelana
- Cofa kwindawo ethi Konekta uze ubhale ingcaciso emfutshane yezinto ozidingayo xa ubuka iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Thumela
- Cofa kwindawo ethi Iprofayile uze ucofe kwindawo ekhomba kwindawo ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze ucofe kwindawo ethi Mema umhlobo okanye ufumane umntu oza kukuncedisa ubuke iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Fumana umntu oza kukuncedisa
- Khangela Ababuki Zindwendwe Abancedisayo abafumanekayo uze ujonge izinto ozikhethayo
- Khetha Umntu Oncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Qhakamshelana
- Cofa kwindawo ethi Konekta uze ubhale ingcaciso emfutshane yezinto ozidingayo xa ubuka iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Thumela
- Cofa indawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa indawo ethi Indawo yakho
- Cofa kwindawo ethi Ababuki Zindwendwe Abancedisayo uze ucofe kwindawo ethi Mema umhlobo okanye ufumane umntu oza kukuncedisa ubuke iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Fumana umntu oza kukunceda
- Khangela Ababuki Zindwendwe Abancedisayo abafumanekayo uze ujonge izinto ozikhethayo
- Khetha Umntu Oncedisayo uze ucofe kwindawo ethi Qhakamshelana
- Cofa kwindawo ethi Konekta uze ubhale ingcaciso emfutshane yezinto ozidingayo xa ubuka iindwendwe
- Cofa kwindawo ethi Thumela
You can invite up to 10 Co-Hosts per listing. Your use of Co-Host Tools, including adding Co-Hosts to your listing, is subject to the Co-Host Additional Terms of Service.
Amanqaku asondele kweli
- Umbuki zindwendwe
Abantu Abancedisayo: Intshayelelo
Abantu Abancedisayo banceda abanikazi bezindlu bahoye iindawo neendwendwe zabo. Ngokuqhelekileyo baba ngamalungu entsapho, ummelwane, umhlob… - Umbuki zindwendwe
Izinto ezinokwenziwa Ngabantu Abancedisayo
Umntu Oncedisayo angancedisa Umbuki Zindwendwe kwindawo yakhe, ngeendwendwe zakhe okanye zombini. Abantu Abancedisayo baye bagqibe ukuba umn… - Umbuki zindwendwe
Indlela yokukhusela abantwana ekuxhaphazweni ngokwesondo
NjengaBabuki Zindwendwe, ningathatha amanyathelo okugcina abantwana bekhuselekile ekuxhaphazweni ngokwesondo kwizindlu zenu.