Indlela yokuyenza
•
Umbuki zindwendwe
Ukufaka incwadi yondwendwe kwindlu yakho
Ukufaka incwadi yondwendwe kwindlu yakho
Make your guests feel at home with a thoughtful guest manual.
Once your listing is complete, you can create your guest manual. You can share day-to-day details, like how to turn on the hot water heater, or where to find an extra blanket. Only guests with a confirmed reservation can access your manual.
Want some great tips about how to make your guest manual shine? Check out our Resource Center.
Ukuze ufake okanye ulungise incwadi yakho yeendwendwe
- Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Isikhokelo sokufika
- Cofa kwindawo ethi Incwadi ezixelela ngendlu uze utshintshe izinto ofuna ukuzitshintsha
- Cofa kwindawo ethi Gcina
- Cofa indawo ethi Iprofayile emva koko ucofe ethi Tshintshela ekubukeni iindwendwe

- Cofa indawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
- Kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa indawo ethi Isikhokelo sokufika
- Cofa kwindawo ethi Incwadi ezixelela ngendlu uze utshintshe izinto ofuna ukuzitshintsha
- Cofa kwindawo ethi Gcina
Eli nqaku likuncedile?
Amanqaku asondele kweli
- Umbuki zindwendwe
Faka incwadi ebonisa iindawo kwindlu yakho
Ungenza incwadi ebonisa iindawo yombuki zindwendwe emva kokuba uwagqibile amanyathelo okufaka indawo yakho. - Umbuki zindwendwe
Vula imiyalezo yombuki zindwendwe neyeendwendwe
Ungaseta imiyalezo yakho ukuze wazi xa umbuki zindwendwe okanye undwendwe lukuthumelela umyalezo. - Umbuki zindwendwe
Abantu Abancedisayo: Intshayelelo
Abantu Abancedisayo banceda abanikazi bezindlu bahoye iindawo neendwendwe zabo. Ngokuqhelekileyo baba ngamalungu entsapho, ummelwane, umhlob…