Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Ixesha lokulungiselela phakathi kokubhukisha

Ukufumaneka kwezindlu zakho kuxhomekeke kakhulu kwixesha olidingayo ukulungiselela iindwendwe ezilandelayo emva kokubhukishwa ngakunye. Ngokomzekelo, usenokufuna iiyure eziyi-48 ukulungiselela iindwendwe ezilandelayo ukuze ucoce ngendlela ephuculiweyo.

Ukuze usete ixesha lokulungisa indawo emva kokuphuma kondwendwe:

Seta amaxesha okulungiselela kwikhompyutha

  1. Yiya kwindawo ethi Ikhalenda uze ukhethe ikhalenda yendlu ofuna ukuyitshintsha
  2. Cofa kwindawo ethi Iintsuku ofumaneka ngazo, uze ucofe kwindawo ethi Ixesha lokulungiselela
  3. Khetha into uze ucofe kwindawo ethi Gcina
Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti